Deuteronomy 10:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko wati uyehova kum: Suka, hamba ukuya kunduluka pambi kwabantu, ukuba bangene balifuye ilizwe, endifungele oyise babo ukuba ndibape lona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kum, Suka ume, uhambe phambi kwabantu, bangene balime ilizwe elo, ndafungayo kooyise ukuba ndobanika.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kum, Suka uye ebantwini, bangene balime ilizwe elo, ndafungayo kooyise, ndathi, Ndiya kubanika.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi ke kum uNdikhoyo: ‘Phakama uye kubakhokela abantu, khon' ukuze bangene balithathe elo lizwe ndibathembise ngalo ooyihlo ngesifungo.’ ”