Deuteronomy 10:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula waba̔la pezu kwalamacwecwe, njengokuba̔lwa kwokuqala, amazwi alishumi, owawatetayo uyehova kuni entabeni, epakati kwomlilo, ngomhla wentlanganisano: waye uyehova ewanika kum.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawabhala ke emacwecweni ngokombhalo wokuqala amazwi alishumi, abewathethile uYehova kuni entabeni, phakathi komlilo, ngomhla wesikhungu; uYehova wandinika wona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayibhala emacwecweni, ngokombhalo wokuqala, imiyalelo elishumi uYehova awayithetha kuni ngomhla wokuhlangana entabeni phakathi komlilo; wandinika ke uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo wabhala ke apho kuloo macwecwe kwalaa mazwi wayewabhale kulawa okuqala, imithetho elishumi leya wayenixelele yona ngokuya wayeselangatyeni lomlilo, mhla ngembizo entabeni. UNdikhoyo ke wawabuyisela kum amacwecwe lawo,