Deuteronomy 10:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko u‐Levi akanasabelwa nalifa kunye nabazalwana bake; nguyehova ilifa lake, njengokuba uyehova, utixo wako, etshilo kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa yoko uLevi akanasabelo nalifa ndawonye nabazalwana bakhe; nguYehova ilifa lakhe, njengoko wathethayo uYehova uThixo wakho kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke uLevi akanasabelo nalifa ndawonye nabazalwana bakhe; nguYehova ilifa lakhe, njengoko wakuthethayo uYehova uThixo wakho kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kungenxa yeso sizathu ke indlu kaLevi ingazange inikwe mhlaba ulilifa nje, njengezinye izindlu; ilifa layo yinkonzo kaNdikhoyo ngokwesithembiso sikaNdikhoyo uThixo wenu.