Deuteronomy 11:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
lilizwe uyehova, utixo wako, alikatalelayo: kufuti amehlo kayehova, utixo wako, apezu kwalo, kwa sekuqaleni kwomnyaka nakude kube sekupeleni kwomnyaka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
lilizwe alikhathaleleyo uYehova uThixo wakho, ahlala ekulo amehlo kaYehova uThixo wakho, ethabathela ekuqaleni komnyaka, ade ase ekupheleni komnyaka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lilizwe alinyamekelayo uYehova uThixo wakho; ahlala ekulo amehlo kaYehova uThixo wakho, ethabathela ekuqaleni komnyaka, ade ase ekupheleni komnyaka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uNdikhoyo uThixo wenu eli lizwe ulikhathalele; ewe, uhlala elalusile unyaka wonke.