Deuteronomy 11:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba xeshekweni nikutala ukugcina yonke lemiyalelo endiniyalelayo ukuba niyenze, yokuba nimtande uyehova, utixo wenu, nihambe kuzo zonke indlela zake, ninamatele nokunamatela kuye;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba, ukuba nithe nawugcina ngenyameko lo mthetho wonke ndiniwiselayo ukuba niwenze, nimthande uYehova uThixo wenu, nihambe ngeendlela zakhe zonke, ninamathele kuye;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba, ukuba nithe nawugcina ngenyameko lo mthetho wonke ndiniwiselayo ukuba niwenze, nimthande uYehova uThixo wenu, nihambe ngeendlela zakhe zonke, ninamathele kuye;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Le miyalelo ndininike yona ze niyithobele ngenyameko; ze nimthande uNdikhoyo uThixo wenu, nibambelele kuye, nihambe ngendlela yakhe.