Deuteronomy 11:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuya kuti, nxa uyehova, utixo wako, akungenisile elizweni apo uya kona ukulifuya, niya kwandula ninike itamsanqeliso pezu kwentaba ye‐Gerizime, nesiqalekiso pezu kwentaba ye‐Hebali.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kothi, xa athe uYehova, uThixo wakho, wakungenisa kulo ilizwe oya kulo, usiya kulima, uyikhuphele intsikelelo phezu kwentaba yeGerizim, nesiqalekiso phezu kwentaba ye-Ebhali.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa athe uYehova, uThixo wakho, wakungenisa kulo ilizwe oya kulo ukuba ulidle ilifa, wayisikelela intaba yeGerizim, nesiqalekiso phezu kwentaba ye-Ebhali.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuba enifikisile uNdikhoyo uThixo wenu kweli lizwe niya kuma kulo, ze nithamsanqele phezu kwentaba iGerizim kanti ke niqalekise phezu kwentaba iEbhali.