Deuteronomy 11:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
noko abekwenza kuni entlango, nada nafika kulendawo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
noko wakwenzayo kuni entlango, nada nafika kulendawo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
noko wakwenzayo kuni entlango, nada nafika kule ndawo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngokunjalo yaziwa nini indlela anilondoloze ngayo entlango nada naza kufika kule ndawo.