Deuteronomy 11:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba amehlo enu ewubonile wonke lomsebenzi omkulu kayehova abewenza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba amehlo enu azibonile zonke izenzo zikaYehova ezikhulu awazenzayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa amehlo enu azibonile zonke izenzo zikaYehova ezikhulu azenzileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, ngenene nazibonela ngawenu amehlo zonke ezi zigigaba azenzileyo uNdikhoyo.”