Deuteronomy 12:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zilumkele, ukuba unganikeli amadini okutshiswa ako kuzo zonke indawo uya kuzibona:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zigcine, amadini akho anyukayo ungawanyusi ezindaweni zonke ozibonayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uze uzigcine ungawanyuseli amadini akho anyukayo ezindaweni zonke ozibonayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amadini atshiswayo akufuneki niwenzele naphi na apho nithanda khona,