Deuteronomy 12:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
koko endaweni uyehova aya kunyula yona kwesinye sezizwe zakowenu, kwa lapo uya kunikela amadini okutshiswa ako, nalapo uya kukwenza konke endikuyalela ngako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke endaweni leyo aya kuyinyula uYehova, kwesinye sezizwe sakowenu, wowanyusa khona amadini akho anyukayo, ukwenze khona konke endikuwisela umthetho ngako.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke endaweni leyo aya kuyinyula uYehova kwesinye sezizwe zakowenu, wowanyusa khona amadini akho anyukayo, ukwenze khona konke endikuwisela umthetho ngako.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
koko kufuneka niwenzele kuloo ndawo ayinyulileyo uNdikhoyo kumhlaba wenye yezindlu zenu. Amadini enu atshiswayo nowenzela kuloo ndawo kuphela, ngokunjalo ke nazo zonke izinto endiniyalele ukuba nizenze.