Deuteronomy 12:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njengokuba kutyiwa ibadi nexama, kunjalo uya kutya zona: onco̔lileyo nococekileyo bofana ukuzitya kwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kanye njengokuba lidliwa ibhadi nexhama, uya kwenjenjalo ukuyidla; oyinqambi nohlambulukileyo bofana ukuyidla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kubadla njengokudliwa kwexhama nexhama; oyinqambi nohlambulukileyo boyidla ngokulinganayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nabani na angayitya le nyama, ehlambulukile okanye engahlambulukanga, kwanjengokuba niyitya inyama yebhadi okanye eyenxala.