Deuteronomy 12:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa qinisa ukuba ungalidli igazi; ngokuba igazi libubomi: nobomi akuyi kubudla kunye nenyama.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa qina ungalidli igazi, kuba igazi ngumphefumlo; uze ungawudli ke umphefumlo kunye nenyama.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lumkani, ningalidli igazi, kuba igazi libubomi; musani ukudla ubomi nenyama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inyama emaningayityi yenegazi; kaloku ubomi busegazini, ibe ke akufuneki nitye inyama ndawonye nobomi.