Deuteronomy 12:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akuyi kulidla; ukuze kulunge kuwe, nakubantwana bako emva kwako, nxa uya kukwenza okufaneleyo emehlweni kayehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze ungalidli; ukuze kulunge kuwe, nakoonyana bakho emva kwakho, xa uthe wakwenza okuthe tye emehlweni kaYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musani ukuyidla; ukuze kulunge kuwe, wena nabantwana bakho emva kwakho, ukuba nenza okulungileyo emehlweni kaYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba niyazikhwebula ekutyeni igazi uNdikhoyo uya kukholiseka nini, futhi ke kulunge kuni, ngokunjalo nakwizizukulwana zenu.