Deuteronomy 12:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
zilumkele, ukuba ungatiyelwa emva kwazo, emvenikweni zitshatyalalisiwe pambi kwako; nokuba ungabuzi ngotixo bazo, usiti: Zibe zisenje njanina ezintlanga ukukonza otixo bazo? sendiya kwenje njalo nam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
zigcine, hleze uthiyelwe uzilandele, emveni kokutshatyalaliswa kwazo phambi kwakho; hleze uquqele koothixo bazo, uthi, Zibe zisithini na ezi ntlanga ukubakhonza oothixo bazo? Ndiya kwenjenjalo nam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zilumkele ukuba ungaweli emgibeni wokuzilandela emva kokuba zitshatyalalisiwe phambi kwakho; ukuze ungabuzi koothixo bazo, uthi, Zibe zisithini na ezi ntlanga ukubakhonza oothixo bazo? Ndiza kwenza njalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuba ezitshabalalisile ke uNdikhoyo ezi zizwe, lumkani ningangeni kumgibe wokubuzisa *ngoothixo bazo, nisithi: ‘Zibakhonza njani oothixo ezi zizwe, ukuze nathi senjenjalo?’