Deuteronomy 12:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aniyi kwenza njengako konke sikwenzayo apa namhla; abanye ngabanye besenza okusukuba kufanele kwawabo amehlo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ize ningenzi ngokwezinto zonke esizenzayo apha namhla, elowo esenza okuthe tye emehlweni akhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musani ukwenza ngokwezinto zonke esizenzayo apha namhla, ukuba wonke umntu ozibona lilungisa kwawakhe amehlo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngelo xesha ke ze ningenzi njengoko niqhele ukwenza ngako. Ukuza kuthi gaa ngoku benisenza okulungileyo emehlweni enu,