Deuteronomy 12:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kwada kwakaloku ningafikanga ekupumleni naselifeni, enilipiwayo nguyehova, utixo wenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba okwangoku anikangeni ekuphumleni oko, naselifeni elo, aninikayo uYehova uThixo wenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba okwangoku anikafiki kwindawo yokuphumla nelizwe akunika lona uYehova uThixo wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba kaloku beningekangeni kwelo lizwe niliphiwa nguNdikhoyo uThixo wenu, apho niya kuphumla ngokonwaba khona.