Deuteronomy 13:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
koko uya kumbulala ngenyaniso; esako isandla soba pezu kwake kuqala ukumfisa, nesandla sabantu bonke kamva.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kofika esakho isandla kuye kuqala ukuba simbulale, kwandule ukufika esabantu bonke isandla emva koko,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mbulale ke; Isandla sakho siya kumbulala kuqala, kwandule ke isandla sabantu bonke;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mbulale nya; mayibe nguwe kanye ophambili, baze ke nabanye bakulandele.