Deuteronomy 14:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ekupeleni kweminyaka mitatu uya kukupa sonke isishumi senzuzo yako, kwa ngomnyaka lowo, usibekele pakati kwamasango ako:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekupheleni kweminyaka emithathu, wokhupha sonke isishumi songeniselo lwakho lwaloo mnyaka, ulufumbe emasangweni akho;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekupheleni kweminyaka emithathu, wokhupha sonke isishumi somvuzo wakho waloo nyaka, usiphose emasangweni akho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Njalo ekupheleni konyaka wesithathu, thathani isishumi semveliso yenu, nisigcine kwezo ndawo nihlala kuzo.