Deuteronomy 14:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nehangu, ngokuba leyo ilwahlula upupu, kodwa ayityisi; inco̔lile yona kuni: kwinyama yazo aniyi kudla, nesidumbu sazo aniyi kusicukumisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nehagu, ngokuba iluthe gqiphu uphuphu, phofu ingetyisi, iyinqambi kuni. Inyama yazo ize ningayidli, nesidumbu sazo ningasichukumisi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nehagu, ngokuba iluthe gqiphu uphuphu, kodwa ayiwetyisi; ningayidli inyama yazo, ningayidli inyama yazo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngokunjalo nehagu ayityiwa, kuba nayo ayihlambulukanga; kaloku iimpuphu zayo zicandiwe, kodwa ayetyisi. Ezi zilwanyana ke ze ningazityi, futhi nezidumbu zazo ningaze nizichukumise.