Deuteronomy 15:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ihlwempu lingayi kupela pakati kwelizwe; ngako oko ndikuyalele ngokuti: Kolisa ukuvula isandla sako kumzalwana wako, kudwai lwako nakwihlwempu lako elizweni lako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba alisayi kuza lingabikho ihlwempu phakathi kwelizwe elo; ngenxa yoko ndikuwisela umthetho, ndisithi, Sivule kakhulu isandla sakho kumzalwana wakho olusizana, olihlwempu lakho ezweni lakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba amahlwempu akasayi kuba saphela ehlabathini; ngenxa yoko ndikuwisela umthetho, ndithi, vula isandla sakho kumzalwana wakho ofunyenweyo, olihlwempu ezweni lakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baya kusoloko bekhona abahlelelekileyo; ngoko ke ndiyaniyala ukuba ze nibe nezinwe ngakumawenu nakwabahlelelekileyo namahlwempu apho kwelo lizwe lenu.”