Deuteronomy 15:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa kuya kuti, nxa atshoyo kuwe ukuti: Andiyi kupuma kuwe; ngenxa yokuba etanda wena nabendlu yako, ngokuba kulungile kuye enawe;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kothi, xa athe kuwe, Andimki kuwe; ngokuba ekuthanda wena nendlu yakho, ngokuba kulungile kuye ekuwe nje:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nokuba uthe kuni, Andiyi kunishiya; ngokuba ekuthanda, kwanabendlu yakho, ngokuba izinto zilungile kuwe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kambe ke xa ikhoboka lakho lisithi: ‘Andifuni kukhululeka ndikushiye,’ lisitsho kuba likuthanda, kuba lanelisekile nguwe nekhaya lakho,