Deuteronomy 15:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uya kulidla pambi kwoyehova, utixo wako, umnyaka ngomnyaka, endaweni aya kuyinyula uyehova, wena nabendlu yako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wowadlela phambi koYehova uThixo wakho iminyaka ngeminyaka, kuloo ndawo aya kuyinyula uYehova, wena nendlu yakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uze ukudlele phambi koYehova uThixo wakho unyaka nonyaka kuloo ndawo aya kuyinyula uYehova, wena nendlu yakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Minyaka le ke uya kuwathatha uye nawo kwindawo anqulelwa kuyo uNdikhoyo uThixo wakho, ufike uwaxhele uwatyele khona nosapho lwakho.