Deuteronomy 15:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uya kulidla pakati kwamasango ako; onco̔lileyo nococekileyo bofana ukulidla kwabo, njengebadi nanjengexama.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wowadlela emasangweni akho; oyinqambi nohlambulukileyo bofana ukuyidla into enjengebhadi nenjengexhama.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Udla emasangweni akho; oyinqambi nohlambulukileyo boyidla kunye, njengexhama nexhama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Elinjalo ungalixhela ulityele ekhaya. Xa ninonke, nihlambulukile ningahlambulukanga, ningalitya kwanjengokuba nisitya inxala okanye imbabala.