Deuteronomy 15:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba kodwa uyakutala ukupulapula ilizwi likayehova, utixo wako, uze ulumkele ukuyenza yonke lemiyalelo endikuyalelayo namhla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuba uthe kodwa waliphulaphula ngenyameko izwi likaYehova uThixo wakho, wagcina ukuwenza wonke lo mthetho ndikuwiselayo namhla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa uthe waliphulaphula ngenyameko ilizwi likaYehova uThixo wakho, uze uyenze yonke le miyalelo ndikuyalela yona namhlanje.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ukuba ngaba nithe namthobela nazinyamekela ukuzenza zonke izinto endiniyalele zona namhlanje.