Deuteronomy 15:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba uyehova, utixo wako, eya kukutamsanqela, njengokuba etshilo kuwe: wauya kuboleka intlanga ezininzi, kanti akuyi kuboleka kuzo; kanjalo uya kupata ubukosi pezu kwentlanga ezininzi, kanti zona aziyi kupata ubukosi pezu kwako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba uYehova uThixo wakho ukusikelele, njengoko wathethayo kuwe; woboleka iintlanga ezininzi ngezibambiso, ke wena akuyi kuboleka kuzo ngazibambiso. Wolawula iintlanga ezininzi, ke zona aziyi kukulawula.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba uYehova uThixo wakho uya kukusikelela njengoko wathethayo kuwe, woboleka iintlanga ezininzi ngezibambiso, ke wena ungabolekisi ngazo; uya kulawula iintlanga ezininzi, ke zona aziyi kukulawula.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo uThixo wenu uya kunithamsanqela ngokwesithembiso sakhe. Niya kuba nako ukubolekisa ezizweni, kodwa nina ngokwenu ningaboleki nto mntwini. Niya kuba namagunya phezu kwezizwe, kodwa nina akukho sizwe siya kuba namagunya phezu kwenu.