Deuteronomy 16:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
onika amanye ngamanye njengomnikelo wezandla zawo, njengetamsanqa likayehova, utixo wako, ulipiweyo nguye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
elowo abonakale ngokupha kwesandla sakhe, ngokwentsikelelo kaYehova uThixo wakho akunikileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wonke umntu makanikele kangangoko anako, ngokwentsikelelo akunikileyo uYehova uThixo wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ngokobungakanani bamathamsanqa ewaphiwe nguNdikhoyo uThixo wakho.”