Deuteronomy 16:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako uya kubingela ipasika kuyehova, utixo wako, igusha nenkomo, endaweni aya kuyinyula uyehova, ukuba amise igama lake kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze ubingelele ipasika kuYehova uThixo wakho, impahla emfutshane neenkomo, kuloo ndawo uYehova aya kuyinyulela ukuba alibeke kuyo igama lakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uze ubingelele ipasika kuYehova uThixo wakho, impahla emfutshane neenkomo, kuloo ndawo uYehova aya kuyinyulela ukuba alibeke kuyo igama lakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ngaloo mini uzuye kuloo ndawo yokunqula yalathwe nguNdikhoyo ukuzinzisa igama lakhe, ufike wenze idini ngegusha okanye inkomo, usenzela uNdikhoyo uThixo wakho isidlo sePasika.