Deuteronomy 16:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ubulungisa, ubulungisa uya kubuputuma; ukuze udle ubomi, ulifuye elozwe ulipiwayo nguyehova, utixo wako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ubulungisa, ubulungisa obu, uze ubuphuthume, ukuze uphile, ulihluthe ilizwe elo akunikayo uYehova uThixo wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Landela bonke ubulungisa, ukuze uphile, ulidle ilifa ilizwe elo akunika lona uYehova uThixo wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Maxa onke kufuneka kulawule ubulungisa bodwa phakathi kwenu, khon' ukuze niphile nilimé elo lizwe nilinikwa nguNdikhoyo uThixo wenu.”