Deuteronomy 16:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akungebingele ipasika pakati kwelinye lamasango ako, uya kuwapiwa nguyehova, utixo wako:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akunako ukuyibingelela ipasika kulimbi isango, emasangweni akho akunikayo uYehova uThixo wakho;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uze ungayibhiyozeli ipasika ezixekweni zakho akunike zona uYehova uThixo wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Izinto ozixhelela eli theko lePasika uzuzixhelele phaya endaweni eyalathwe nguNdikhoyo, eli theko ungalenzeli kwenye indawo apho kwelo lizwe ulinikwa nguNdikhoyo uThixo wakho. Idini lePasika uzulenze ngongcwalazi selitshona ilanga, xesha elo wathi waphuma ngalo eJiputa.