Deuteronomy 17:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa akayi kuzandisela amahashe, nabantu akayi kubabuyisela e‐Jipete, ukuze kwandiswe amahashe; ngokuba uyehova etshilo kuni ukuti: Anisayi kupinda ukubuya ngalondlela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa makangazandiseli mahashe, angababuyiseli abantu eYiputa ukuze andise amahashe; ngokuba uYehova wathi kuni, Ize ningabi saphinda nibuye ngaloo ndlela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa makangawandisi amahashe, angabavumeli abantu ukuba babuyele eYiputa ukuze andise amahashe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ukumkani lowo makangazifuneli mhlambi wamahashe ukomeleza umkhosi wakhe, angaze athumele abantu eJiputa ukuba baye kumthengela amahashe, kuba kaloku uNdikhoyo wayalela wathi: ‘AmaSirayeli makangaze abuyele eJiputa.’