Deuteronomy 17:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kwaza kwaxelwa kuwe, weva ke, wakolisa ukubuza, kekaloku bona ke, kuyinene, kuyinto eqinileyo, kwenziwe intshontsho enjalo kwa‐Sirayeli:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
waxelelwa ke, weva, wabuza wacokisa, wafumana iyinyaniso, iqinisekile le nto, lenzekile eli sikizi kwaSirayeli:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi, ekuxeleni kwakho, weva, wabuza, wabona, kuyinyaniso, inyaniso, ukuba enziwe la masikizi kwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ingxelo enjalo uzuyiphande ude ubufumane ubunyani bayo. Ukuba yinyani ukuba ububi obunjalo buhlile kwaSirayeli,