Deuteronomy 17:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Isandla samanqi̔na soba pezu kwake kuqala, ukuba afiswe, nesandla sabantu bonke kamva Kwa njalo uya kukwelelisa inkohlakalo pakati kwenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kofika kuqala kuye isandla samangqina ukumbulala, kufike isandla sabantu bonke emveni koko; ubutshayele ke ububi, bungabikho phakathi kwakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ziya kuba phezu kwakhe izandla zamangqina ngaphambi kokuba ambulale, kwandule ke kufike izandla zabantu bonke ubutshayele ke ububi, bungabikho phantsi kwakho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kananjalo abantu abaya kuphosa amatye okuqala ngamangqina lawo, aze ke alandelwe ngabo bonke abanye abantu. Ngaloo ndlela ke woba ubuncothule ububi phakathi kwenu.