Deuteronomy 18:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ABAPERISITE abangaba‐Levi, naso sonke isizwe sika‐Levi, abayi kuba nasabelwa nalifa kunye no‐Sirayeli: iminikelo eyenziwa ngomlilo kayehova baya kuyidla, nelifa lake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ababingeleli, abaLevi, sonke isizwe sabaLevi, mabangabi nasabelo nalifa kunye namaSirayeli; bodla ukudla kwasemlilweni ke kukaYehova, nelifa lakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ababingeleli babaLevi, nesizwe sonke sakwaLevi, mabangabi nasabelo nalifa kunye namaSirayeli; bawadle amadini anyukayo kaYehova, nelifa lakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Indlu kaLevi yona ngababingeleli; ayiyi kuzuza sabelo nalifa njengamanye amaSirayeli, ndaweni yaloo nto ilifa layo ngamadini atshiswayo anikelwa *kuNdikhoyo.