Deuteronomy 18:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba beyintshontsho kuyehova bonke abakwenje njalo: kungenxa yezizinto ezibuntshontsho uyehova, utixo wako, abagqogqayo pambi kwenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba balisikizi kuYehova bonke abenza ezo zinto; kungenxa yaloo masikizi, le nto uYehova uThixo wakho azigqogqayo zingabikho ebusweni bakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba bangamasikizi kuYehova bonke abenza ezo zinto; yaye ngenxa yezi zinto zicekisekayo uYehova uThixo wakho uya kuzigxotha phambi kwakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku abantu abenza iintlondi ezinje banezothe kuNdikhoyo uThixo wakho. Ziintlondi ezilolu hlobo ezabangela ukuba azigxothe iintlanga zelaa lizwe ekungeneni kwenu.