Deuteronomy 18:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ezintlanga, oya kufuya okwazo, zipulapula kwabenzi bobugqi nakubalauli: kodwa wena, uyehova, utixo wako, akakuvumelanga okunjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ezintlanga uzigqogqayo zaphulaphula amatola nabavumisi; ke wena akakunikanga okunjalo uYehova uThixo wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ezi ntlanga uzidle ilifa zaphulaphula abakhafuli nabakhafuli; kodwa ke nina, uYehova uThixo wenu akakuvumelanga ukuba nenjenjalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kwelo lizwe uya kulo abantu obagxotha khona bayavumisa bambulule, kodwa ke wena *uNdikhoyo uThixo wakho akafuni uyenze loo nto.