Deuteronomy 18:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuya kuti, lowamntu ongayi kupulapula amazwi am, aya kuteta wona egameni lam, ndiya kumbuza mna.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kothi ke, kulowo uthe akaliphulaphula ilizwi lam, aya kulithetha egameni lam, mna ndiyibuze loo nto kuloo mntu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuya kuthi ke, ukuba uthe akaliphulaphula ilizwi lam, eliya kulithetha egameni lam, mna ndiwafune kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uya kuthetha egameni lam; ke mna ndiya kumohlwaya nabani na ongawathobeliyo amazwi am.