Deuteronomy 18:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako abayi kuba nalifa pakati kwabazalwana babo: nguyehova olilifa labo, njengokuba etetile kubo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mabangabi nalifa phakathi kwabazalwana babo; nguYehova ilifa labo, njengoko wathethayo kubo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ngoko, abayi kuba nalifa phakathi kwabazalwana babo; uYehova lilifa labo, njengoko wathethayo kubo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AbaLevi abazukunikwa sabelo njengezinye izindlu; kaloku esabo isabelo nelifa bubudlelwane noNdikhoyo ngokwesithembiso sakhe.