Deuteronomy 18:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba yena uyehova, utixo wako, emnyulile kuzo zonke izizwe zako, ukuba eme ukukonza egameni likayehova, yena nonyana bake, imihla yonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba uYehova uThixo wakho wamnyula ezizweni zakho zonke, ukuba eme alungiselele egameni likaYehova, yena noonyana bakhe, yonke imihla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yokuba uYehova uThixo wakho wamnyula kwizizukulwana zenu zonke ukuba eme akhonze egameni likaYehova, yena noonyana bakhe ukusa kwixesha elingenammiselo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
KumaSirayeli ephela uNdikhoyo uThixo wakho wanyula uLevi nendlu yakhe ukuba abuse kwezobubingeleli nanini nanini.