Deuteronomy 19:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba kungapalazwa igazi longenatyala pakati kwelizwe lako, ulipiwayo nguyehova, utixo wako, libe lilifa, lize igazi libe pezu kwako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze kungaphalazwa gazi lingenatyala phakathi kwelizwe lakho, akunikayo uYehova uThixo wakho ukuba libe lilifa, amagazi abe phezu kwakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze kungaphalazwa gazi limsulwa ezweni lakho akunika lona uYehova uThixo wakho njengelifa, lize ke igazi libe phezu kwakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ezi dolophu ziyimfuneko, khon' ukuze abantu abamsulwa bangabi loxhoba lokubulawa kwelo lizwe uliphiwa nguNdikhoyo uThixo wakho.