Deuteronomy 19:3 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uya kuzilungisela indlela, uwahlule umda welizwe lako, oya kwamkeliswa ilifa lalo nguyehova, utixo wako, ezahlulweni ezitatu: kwoba njalo ke, ukuba kusabele kona bonke ababulali.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uzilungisele indlela, uwahlule ube zahlulo zithathu umda welizwe lakho, aya kukudlisa ilifa lalo uYehova uThixo wakho, ukuze bonke ababulali basabele khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zilungisele indlela, ulabe ilizwe lakho, aya kukunika ilifa uYehova uThixo wakho, ulabe libe zahlulo zithathu, basabele khona bonke abagxothwayo.