Deuteronomy 19:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yiyo le indawo yombulali, oya kusabela kona, ukuba adle ubomi: osukuba ebulala ummelwane wake ngokungazi, lowo angamtiyanga ngamaxesha apambili;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lilo eli isiko awophathwa ngalo umbulali, othe wasabela khona ukuba asinde: Othe wambulala ummelwane wakhe ngengozi, ebengamthiyile ngaphambili;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nantsi into yesibulala-mntu, esithe sasabela ukuhlala khona, ukuba abulale uwabo engazi, ebengamthiyile ngaphambili;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inkqubo iya kuhamba ngolu hlobo: Umntu obulele omnye ngengozi, engelotshaba lwakhe, wobalekela kwenye yazo ukuze asinde.