Deuteronomy 2:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
SANDULA sajika ke, sahambela ngasentlango ngendlela yaselwandle olubomvu, njengokuba uyehova ebetetile kum; saye sizekelela intaba ye‐Sehire imihla yamininzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sanduluka, sabheka entlango ngendlela eya eLwandle oluBomvu, njengoko uYehova wathetha kum, sayijikeleza intaba yakwaSehire imihla emininzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sanduluka, sabheka entlango ngendlela eya eShelefeshe, njengoko watshoyo uYehova kum; Sayijikeleza intaba yakwaSehire imihla emininzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Emva koko sanduluka sangena entlango ngendlela eya kuLwandle oluBomvu, ngokwelizwi *likaNdikhoyo. Apho ke sathatha ithuba elide ukujikeleza ezo ntaba zaseSeyire.