Deuteronomy 2:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
(Eli libe libalwa ngokuba lilizwe lama‐Rafa nalo; ama‐Rafa ebehleli kulo ngokwapambili, kanti aba‐Hamoni bawabiza ngokuti ngama‐Zamzumi;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bekusithiwa lilizwe lamaRafa nalo. Bekumi amaRafa khona kudala; ama-Amon athi ngamaZamzum;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nangona kunjalo, kwakusithiwa lilizwe lamandulo; kumaxesha amandulo, iingxilimbela zazihlala kulo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Lo mmandla ke ukwaziwa ngokuba ngumhlaba wamaRafa, gama elo lilelabantu ababemi khona ngaphambili, ke wona ama-Amon ayesithi ngamaZamzum.