Deuteronomy 2:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye uyehova esiti kum: Bona ke, sendiqalile ukunika pambi kwako u‐Sihone nelizwe lake; qala ukubamba, ukuba ulifuye ilizwe lake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kum, Yabona, ndiqalile ukumnikela kuwe uSihon nelizwe lakhe; qala ukulihlutha, ulidle ilifa ilizwe lakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kum, Yabona, ndiqalile ukumnikela kuwe uSihon nelizwe lakhe; qalani ukulihlutha, ukuze nilihluthe ilizwe lakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“UNdikhoyo ke wathetha nam, wathi: ‘Uyabona ke, ukumkani uSihon sendimgqibile; akusekho yakhe. Ngoko ke ngenani niwuthathe umhlaba wakhe, nime kuwo.’