Deuteronomy 2:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwandula kwapumela ngakuti u‐Sihone, yena nabo bonke abantu bake, ukuza kulwa e‐Yahetsa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphuma ke uSihon wasihlangabeza, yena nabantu bakhe bonke, eza kulwa eYatsa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphuma uSihon wasihlangabeza, yena nabantu bakhe bonke, ukuba silwe neYahaze.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku ukumkani uSihon waphuma nawo wonke umkhosi wakhe, weza kulwa nathi ngaseJaza.