Deuteronomy 2:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko uyehova, utixo wetu, wamnika ebusweni betu; saza sambeta, kwa nonyana bake, nabo bonke abantu bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova uThixo wethu wamnikela kuthi; sambulala, yena noonyana bakhe, nabantu bakhe bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova uThixo wethu wamnikela kuthi; samoyisa yena noonyana bakhe nabantu bakhe bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke yena uNdikhoyo uThixo wethu wamnikela kuthi, samoyisa noonyana bakhe nawo wonke umkhosi wakhe.