Deuteronomy 2:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nababantu ubayalele ngokuti: Niza kucanda emdeni wabazalwana benu, wosapo luka‐Esau, oluhleliyo e‐Sehire; oluya kunoyika ke: zilumkeleni kunene ngoko;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ubawisele abantu umthetho uthi, Niya kugqitha nje emdeni wabazalwana benu, oonyana bakaEsawu, abemi kwaSehire. Baya kunoyika, ize nizilumkele ke kunene.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabawisela umthetho abantu, wathi, Niya kucanda ezweni labazalwana benu, oonyana bakaEsawu, abemi kwaSehire; baya kukoyika; zigcineni ke ngokwenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoko uzubayale abantu, uthi: “Ngoku seniza kungena kweleentaba laseSeyire, umhlaba wamawenu inzala kaEsawu. Ke wona aza kunoyika,