Deuteronomy 20:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuya kuti, ukuba siyakupendula ngoxolo, nokuba siyakuvulela, kuya kwandul’ ukuti, bonke abantu abafunyanwayo kuso boba ngabanikeli kuwe, bakukonze.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuthi, ukuba uthe wakuphendula ngoxolo wakuvulela, bonke abantu abafunyenwe kuwo babe ngabafakwa uviko, bakukhonze.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uthe wawuphendula unoxolo, wavula, zonke iintlanga ezifunyenwe kuwo ziya kuba ngabahlawuli bakho, zikukhonze.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa bathe bavula amasango bezinikezela, bonke baya kuba zizicaka zakho bakusebenzele.