Deuteronomy 20:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba nguyehova, utixo wenu, ohamba nani, ukuya kunilwela ngakuzo intshaba zenu, ukuba anisindise.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngokuba uYehova uThixo wenu uhamba nani, ukuba anilwele kwiintshaba zenu, anisindise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yokuba uYehova uThixo wenu nguye ohamba nani ukuya kulwa neentshaba zenu ukuze anisindise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uNdikhoyo uThixo wenu uya kuba nani; nguye oza kunilwela anithwes' uloyiso.’