Deuteronomy 20:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aya kwandula amagosa atete ebantwini, esiti: Nguwupina umntu owakileyo indlu entsha, kanti akayitwasisanga? makahambe abuyele endlwini yake, hleze afe yena ekulweni, aze omnye umntu ayitwasise.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ababhali bothetha ebantwini, bathi, Ngubani na umntu owakhe indlu entsha, akayisungula? Makahambe abuyele endlwini yakhe, hleze afe emfazweni, isungulwe mntu wumbi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abakhonzi bothetha ebantwini, bathi, Nguwuphi na umntu owakhe indlu entsha, akayisungula? Makahambe abuyele endlwini yakhe, hleze afele emfazweni, itshatyalaliswe ngomnye umntu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ke zona iinduna ziya kubhekisa emkhosini zithi: ‘Ngaba kukho ndoda na apha kuni esandula ukwakha indlu, kodwa ingekayivuli? Xa kunjalo ke lowo makabuy' umva agoduke. Kungenjalo, xa athe akabuya emfazweni, loo ndlu yakhe iya kuvulwa mntu wumbi.